Surah 112 · 4 verses · Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana

Surah Al-Ikhlas in Xhosa

In English with tafsir

بِسۡمِ ٱللَّهِ ٱلرَّحۡمَٰنِ ٱلرَّحِيمِ

112:1

قُلۡ هُوَ ٱللَّهُ أَحَدٌ

Yithi nguAllâh, Mnye (Jwi)

112:2

ٱللَّهُ ٱلصَّمَدُ

UAllâh nguNaphakade, Uphelele

112:3

لَمۡ يَلِدۡ وَلَمۡ يُولَدۡ

Akazali naYe Engazanga Wazalwa

112:4

وَلَمۡ يَكُن لَّهُۥ كُفُوًا أَحَدُۢ

Ukanti akukho namnye ofana naYe

Translation: Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana.