Surah 111 · 5 verses · Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana

Surah Al-Masad in Xhosa

In English with tafsir

بِسۡمِ ٱللَّهِ ٱلرَّحۡمَٰنِ ٱلرَّحِيمِ

111:1

تَبَّتۡ يَدَآ أَبِي لَهَبٍ وَتَبَّ

Mazitshabalale zombini izandla zika-Abû Lahab, (naye) atshabalale

111:2

مَآ أَغۡنَىٰ عَنۡهُ مَالُهُۥ وَمَا كَسَبَ

Ubutyebi bakhe nabantwana bakhe bungamncedi nganto

111:3

سَيَصۡلَىٰ نَارًا ذَاتَ لَهَبٍ

Uza kutsha edangatyeni loMlilo odwanguzayo

111:4

وَٱمۡرَأَتُهُۥ حَمَّالَةَ ٱلۡحَطَبِ

Nomfazi wakhe, umthwalikazi weenkuni

111:5

فِي جِيدِهَا حَبۡلٌ مِّن مَّسَدِۭ

Entanyeni yakhe uya kuqanyangelwa ngentambo yomthi wesundu

Translation: Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana.