Surah 109 · 6 verses · Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana

Surah Al-Kafirun in Xhosa

In English with tafsir

بِسۡمِ ٱللَّهِ ٱلرَّحۡمَٰنِ ٱلرَّحِيمِ

109:1

قُلۡ يَٰٓأَيُّهَا ٱلۡكَٰفِرُونَ

Yithi: Hini na nina bangakholwayo

109:2

لَآ أَعۡبُدُ مَا تَعۡبُدُونَ

Andikunquli oko nina nikunqulayo

109:3

وَلَآ أَنتُمۡ عَٰبِدُونَ مَآ أَعۡبُدُ

Nibe nani anikunquli oko mna ndikunqulayo

109:4

وَلَآ أَنَا۠ عَابِدٌ مَّا عَبَدتُّمۡ

Kanti nam andiyi kukunqula oko nina nikunqulayo

109:5

وَلَآ أَنتُمۡ عَٰبِدُونَ مَآ أَعۡبُدُ

Ukanti nani aniyi kukunqula oko mna ndikunqulayo

109:6

لَكُمۡ دِينُكُمۡ وَلِيَ دِينِ

Nina ninenkolo yenu nam ndinenkolo yam

Translation: Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana.