Surah 104 · 9 verses · Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana
Surah Al-Humazah in Xhosa
بِسۡمِ ٱللَّهِ ٱلرَّحۡمَٰنِ ٱلرَّحِيمِ
104:3
يَحۡسَبُ أَنَّ مَالَهُۥٓ أَخۡلَدَهُۥ
Ecinga ukuba ubutyebi bakhe buza kumenza aphile ngonaphakade
104:4
كـَلَّاۖ لَيُنۢبَذَنَّ فِي ٱلۡحُطَمَةِ
Nakanye! Uya kuphoswa koko kuqhawula (izinto) zibe zizicwibi
104:5
وَمَآ أَدۡرَىٰكَ مَا ٱلۡحُطَمَةُ
Yintoni na enokukuchazela okokuba yintoni na eqhawula (izinto) zibe zizicwibi
Translation: Imaam Ismaaeel Ngqoyiyana.